ottimo OP-KT1188W Instruction Manual Download Page 11

ISIQINISEKISO 

 

NCEDA UFAKELE IRISITHI YAKHO/UBUNGQINA BENTENGO APHA. 

KWIMEKO YEBANGO NGAPHANTSI KWESI SIQINISEKISO IRISITHI/UBUNGQINA BENTENGO 

OBUKHANKANYWE NGAPHAMBILI MABUVELISWE KUNYE NESI SIQINISEKISO. 

 
Inombolo yemodeli 

                      (Inombolo yelothi:                                          ) 

Igama lemveliso 

 

Umhla wentengo 

 

Indawo yentengo 

 

 

1. 

Umntu  uthengisa  imveliso  (“umthengisi”)  kumthengi  wokuqala  wale  mveliso  (“umthengi")  apha 

uqinisekisa  ukuba  le  mveliso  iya  kuba  yeyomgangatho  ophezulu  kwaye,  ikwimeko  entle 

yokusebenza, ayinaziphene kwaye iyifanele injongo eyenzelwe yona ngaphantsi kokusetyenziswa 

emzini  oqhelekileyo,  kangangesithuba  sexesha  lonyaka  om-1  (omnye)  ukusukela  kumhla 

wentengiso ("isigaba sexesha lesiqinisekiso") yale mveliso.   

2. 

Kwimeko  yokuba  isigaba  sexesha  lesiqinisekiso  singekaphelelwa  lixesha  kwaye  nemveliso 

ingasekho  semgangathweni  omhle,  okanye  kwimeko  entle  yokusebenza  okanye  ineziphene 

okanye  ingasayilungelanga  injongo  eyenzelwe  yona  ngaphantsi  kokusetyenziswa  emzini 

oqhelekileyo,  umthengi  unako,  ngokuphantsi  komhlathi  3  ngezantsi,  ukuyibuyisela  kumthengisi 

imveliso kwaye kuyafumaneka oku kulandelayo kukhetho lwakhe: 

2.1  Zingaphelanga  iinyanga  zokuqala  ezi-6  (ezintandathu)  zesiqinisekiso:  unokufumana 

imbuyekezo  yexabiso  lokwenene  elihlawulweyo  okanye  uyitshintshise  imveliso  ngenye 

efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo; 

2.2  Emva  kweenyanga  ezi-6  (ezintandathu)  zokuphela  kwesiqinisekiso:  unokuyitshintshisa 

imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo. 

3. 

Umthengisi 

akayi 

kuyitshintshisa 

imveliso 

okanye 

amnikeze 

imbuyekezo 

umthengi 

ngokwemiqathango yesi siqinisekiso ukuba imveliso: 

3.1 

itshintshwe ngokuchaseneyo nemiyalelo enikezwe kwimanyuwali yemveliso; 

3.2  isetyenziswe kakubi, ihlukunyeziwe okanye ibhucabhuciwe; 

3.3  inesiphene okanye ayikho kwimeko yokusebenza ngenxa yokudleka okuqhelekileyo; 

3.4 

yonakele ngenxa yokungahoyi, ukungakhathali okukhulu komthengi, indlela yokuziphatha 

ngolunya okanye indlela yokuziphatha yolwaphulo-mthetho; 

3.5  isetyenziselwe iinjongo zoqoqosho okanye zorhwebo. 

4. 

Esi  siqinisekiso  sisebenza  kuphela  kwimveliso  ethengiswe  kumthengisi  ingasiyiyo  nayiphi  na 

efakelwe ngenkcitho okanye efakelwe kwimveliso ngumthengi. 

5. 

Naliphi  na  ibango  kwimiqathango  yesi  siqinisekiso  kufuneka  sixhaswe  bubungqina  bokuqala 

nentengo.     

6. 

Qaphela  ukuba  into  etshintshisiweyo  iya  kuthwala  intsalela  yesigaba  sexesha  lesiqinisekiso 
njengaleyo yomhla wokuqala wentengo.

 

Summary of Contents for OP-KT1188W

Page 1: ...OTTIMO INSTRUCTION MANUAL 1 7 L KETTLE CORDLESS MODEL SR7396810 OP KT1188W EAN 6001224284164 INDOOR HOUSEHOLD USE ONLY Please save and read this instruction manual carefully before use...

Page 2: ...clined surface Do not let the cord touch hot surfaces Never overfill boiling water may splash out Make sure the lid is secure before switching the kettle on Do not open the lid while the water is boil...

Page 3: ...th water through the spout or through the lid by simply pulling it up to open The water level must be between MIN and MAX 2 Be economical do not boil more water than needed 3 To improve the quality of...

Page 4: ...tle when descaling the appliance Rinse thoroughly 4 In hard water areas it is necessary to remove scale and water deposit markings in the kettle as this can cause premature activation of the boil dry...

Page 5: ...at the power supply is switched on at the wall socket If the kettle has boiled dry the safety shut off may have activated see paragraph above 4 Water has a funny taste Generally this only occurs after...

Page 6: ...ix months of the warranty receive a refund of the actual price paid or exchange the product for the same or similar product of the same purchased value 2 2 After 6 six months of the warranty have laps...

Page 7: ...uyizalise iphuphumale amanzi abilayo angagxampuza Qiniseka ukuba isiciko sikhuselekile phambi kokuba uyilayite iketile Musa ukusivula isiciko ngelixa amanzi abilayo Ungaze iketile uyibeke kufuphi oka...

Page 8: ...nokuba kungomboko okanye emva kokuvula isiciko Ukuvula isiciko vele utsale nje isiciko esitshixayo Inqanaba lamanzi kufuneka libe phakathi ko MAX no MIN 2 Yiba noqoqosho musa ukubilisa amanzi ngaphezu...

Page 9: ...ucoce iketile xa ushenxisa ikhemikali kwisixhobo Yihlambulule ngenyameko 4 Kwiindawo zamanzi anzima kuyimfuneko ukushenxisa ikhemikali kunye neempawu ezenziwa kukufakwa kwamanzi eketileni njengoko ok...

Page 10: ...iwe na kwisokethi eseludongeni Ukuba iketile inesivali ngci sokukhusela samanzi esomileyo siya kuba senziwe sasebenza bona kumhlathi ongaphezulu 4 Amanzi anencasa engaqhelekanga Ngokuthe gabalala oku...

Page 11: ...lwakhe 2 1 Zingaphelanga iinyanga zokuqala ezi 6 ezintandathu zesiqinisekiso unokufumana imbuyekezo yexabiso lokwenene elihlawulweyo okanye uyitshintshise imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanay...

Page 12: ...tela Intambo mayingathinti endaweni eshisayo Ungaligcwalisi kuze kweqe amanzi abilayo angachithekela phansi Qinisekisa ukuthi isivalo sivalekile ngaphambi kokuthi uqalise ukusebenzisa iketela Ungasivu...

Page 13: ...i UKUSEBENZISA IKETELA ELIWUJEKE 1 Gcwalisa iketela ngamanzi ngokuwafaka ngombhobho noma ngesivalo ngokuthi usiphakamise usivule Isikali samanzi kumele sibe phakathi kuka MIN kanye no MAX 2 Yonga unga...

Page 14: ...isa kahle 4 Ezindaweni ezinamanzi anzima kudingeka ukuthi usuke ukuxebuka kanye nokungcola kwamanzi eketeleni ngoba lokhu kungase kwenze ukuthi kusebenze iswishi yokubilisa lomile singakafiki isikhath...

Page 15: ...le 3 Uma iketela lingasebenzi Bheka ukuthi iswishi yamandla ikhanyisiwe kusokhethi esobondeni Uma iketela libile lingenamanzi ukucisha ukuze liphephe kuzozisebenzela bheka isigaba esingenhla 4 Uma ama...

Page 16: ...inyangeni zokuqala eziyi 6 isithupha zewaranti uzobuyiselwa imali eyinani athenga ngalo noma ashintshise umkhiqizo athathe ofanayo noma onjengawo othengisa ngenani elifanayo 2 2 Emva kwezinyanga ezi 6...

Reviews: