ottimo OP-KT1188W Скачать руководство пользователя страница 8

ISIXHOSA 

 
YAZI IKETILE YAKHO 

 

1. 

Umqheba 

 

2. 

Iswitshi 

3. 

Isiseko sombane 

4. 

Umzimba weketile 

5. 

Umboko 

6. 

Isiciko 

 

 

 

 

 

 

 

 

 

 

 

 

 
INKCUKACHA 

 

Umthamo   

:  Iilitha ezi-1.7 

Ivolteji 

:  AC 220-240 V/50 Hz 

Iwattage 

:  1850-2200W 

Ikhodi 

:  iplagi yomhlaba eyi-3-pin, (ukunciphisa ukukhatywa ngumbane) 

Ithemostati 

:  Ibhrendi yemvelo yase-UK 

 
 
 

UKUSEBENZISA IKETILE YAKHO 

 
Phambi kokuyisebenzisa okokuqala, nceda ulandele le miyalelo ilandelayo: 
1. Shenxisa zonke izinto zokuphakheja kunye naziphi na iileyibheli. 
2. Zalisa iketile iye kwinqanaba lika-MAX. Bilisa. Wachithe amanzi. Yiphinde kabini le nkqubo. 
 
 
 

UKUSEBENZISA IJAGI YEKETILE YAKHO 

 

1.  Zalisa  iketile  ngamanzi  nokuba  kungomboko  okanye  emva  kokuvula  isiciko.  Ukuvula  isiciko, 

vele utsale nje isiciko esitshixayo. Inqanaba lamanzi kufuneka libe phakathi ko-MAX no-MIN. 

2.  Yiba noqoqosho: musa ukubilisa amanzi ngaphezu kokuba kuyimfuneko. 
3.  Ukuphucula umgangatho weziselo zakho soloko usebenzisa amanzi amatsha. 
4.  Qinisekisa ukuba isiciko sivaleke kakuhle. 
5.  Plaga  isiseko  sombane,  uze  ulayite  iyunithi  yeswitshi  ngokucinezela  iswitshi  ka-on/off  iye 

kwisikhundla I (isibane sesalathisi siya kulayita xa isebenza iketile). 

6.  Iketile yakho iya kufikelela kwindawo yokubila, kwaye iya kucima ngokuzenzekelayo. Ukubilisa 

kwakhona, vele nje ulinde imizuzwana embalwa uze ucofe kwakhona iswitshi ka-on/off. 

7.  Yenze ibe ze iketile emva kokuyisebenzisa ngakunye. 
8.  Iketile yakho ifakelwe isihluzi sesikali ukubambakunye izinto zesikaliselayim. 

 
 

Содержание OP-KT1188W

Страница 1: ...OTTIMO INSTRUCTION MANUAL 1 7 L KETTLE CORDLESS MODEL SR7396810 OP KT1188W EAN 6001224284164 INDOOR HOUSEHOLD USE ONLY Please save and read this instruction manual carefully before use...

Страница 2: ...clined surface Do not let the cord touch hot surfaces Never overfill boiling water may splash out Make sure the lid is secure before switching the kettle on Do not open the lid while the water is boil...

Страница 3: ...th water through the spout or through the lid by simply pulling it up to open The water level must be between MIN and MAX 2 Be economical do not boil more water than needed 3 To improve the quality of...

Страница 4: ...tle when descaling the appliance Rinse thoroughly 4 In hard water areas it is necessary to remove scale and water deposit markings in the kettle as this can cause premature activation of the boil dry...

Страница 5: ...at the power supply is switched on at the wall socket If the kettle has boiled dry the safety shut off may have activated see paragraph above 4 Water has a funny taste Generally this only occurs after...

Страница 6: ...ix months of the warranty receive a refund of the actual price paid or exchange the product for the same or similar product of the same purchased value 2 2 After 6 six months of the warranty have laps...

Страница 7: ...uyizalise iphuphumale amanzi abilayo angagxampuza Qiniseka ukuba isiciko sikhuselekile phambi kokuba uyilayite iketile Musa ukusivula isiciko ngelixa amanzi abilayo Ungaze iketile uyibeke kufuphi oka...

Страница 8: ...nokuba kungomboko okanye emva kokuvula isiciko Ukuvula isiciko vele utsale nje isiciko esitshixayo Inqanaba lamanzi kufuneka libe phakathi ko MAX no MIN 2 Yiba noqoqosho musa ukubilisa amanzi ngaphezu...

Страница 9: ...ucoce iketile xa ushenxisa ikhemikali kwisixhobo Yihlambulule ngenyameko 4 Kwiindawo zamanzi anzima kuyimfuneko ukushenxisa ikhemikali kunye neempawu ezenziwa kukufakwa kwamanzi eketileni njengoko ok...

Страница 10: ...iwe na kwisokethi eseludongeni Ukuba iketile inesivali ngci sokukhusela samanzi esomileyo siya kuba senziwe sasebenza bona kumhlathi ongaphezulu 4 Amanzi anencasa engaqhelekanga Ngokuthe gabalala oku...

Страница 11: ...lwakhe 2 1 Zingaphelanga iinyanga zokuqala ezi 6 ezintandathu zesiqinisekiso unokufumana imbuyekezo yexabiso lokwenene elihlawulweyo okanye uyitshintshise imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanay...

Страница 12: ...tela Intambo mayingathinti endaweni eshisayo Ungaligcwalisi kuze kweqe amanzi abilayo angachithekela phansi Qinisekisa ukuthi isivalo sivalekile ngaphambi kokuthi uqalise ukusebenzisa iketela Ungasivu...

Страница 13: ...i UKUSEBENZISA IKETELA ELIWUJEKE 1 Gcwalisa iketela ngamanzi ngokuwafaka ngombhobho noma ngesivalo ngokuthi usiphakamise usivule Isikali samanzi kumele sibe phakathi kuka MIN kanye no MAX 2 Yonga unga...

Страница 14: ...isa kahle 4 Ezindaweni ezinamanzi anzima kudingeka ukuthi usuke ukuxebuka kanye nokungcola kwamanzi eketeleni ngoba lokhu kungase kwenze ukuthi kusebenze iswishi yokubilisa lomile singakafiki isikhath...

Страница 15: ...le 3 Uma iketela lingasebenzi Bheka ukuthi iswishi yamandla ikhanyisiwe kusokhethi esobondeni Uma iketela libile lingenamanzi ukucisha ukuze liphephe kuzozisebenzela bheka isigaba esingenhla 4 Uma ama...

Страница 16: ...inyangeni zokuqala eziyi 6 isithupha zewaranti uzobuyiselwa imali eyinani athenga ngalo noma ashintshise umkhiqizo athathe ofanayo noma onjengawo othengisa ngenani elifanayo 2 2 Emva kwezinyanga ezi 6...

Отзывы: