Essentials JB-1008 Instruction Manual Download Page 17

 

 

ISIXHOSA 

 

INTSHAYELELO 

Enkosi ngokuthenga i-Hotplate yethu

 i-

“Essentials”

.  Iyunithi nganye yenzelwe ukuqinisekisa ukhuseleko, 

ukuthembeka nokusebenziseka lula.  Phambi kokuyisebenzisa, nceda uyifunde ngenyameko le miyalelo 
kwaye uyilondolozele ukureferensa kwixesha elizayo. 

ISILUMKISO ESIBALULEKILEYO 

Xa  usebenzisa  i-Hotplate  yakho

  i-

“Essentials”

  amanyathelo  angundoqo  angaphambili  kumele  asoloko 

elandelwe, ukuquka okulandelayo: 

 

Esi sixhobo ayenzelwanga ukusetyenziswa ngabantu (ukuquka abantwana) abanobuchule obuncinci 
ngokwenyama,  ngengqiqo  okanye  ngengqondo,  okanye  ukuswela  amava  nolwazi,  ngaphandleni 
kokuba  bayakhokelwa  okanye  banikezwe  umyalelo  ophathelele  ekusetyenzisweni  kwesixhobo 
ngumntu onoxanduva ngokhuseleko lwabo. 

 

Abantwana kumele bakhokelwe ukuqinisekisa ukuba abadlali ngesixhobo. 

 

Soloko  uqinisekisa  ukuba  ivoltheji  esetyenzisiweyo  iyahambelana  nevoltheji  eyalathwe  kwikhaya 
lakho. 

 

Khangela  ukuba  intambo  yombane  kunye  neplagi  rhoqo  ukuba  akho  monakalo.    Ukuba  intambo 
okanye  iplagi  yonakele,  kumele  kubekwe  entsha  ngumenzi  okanye  umntu  oneempepha  ukuze 
kuphetswe ingozi yombane. 

 

Esi  sixhobo  senzelwe  ukusetyenziswa  kwikhaya  kuphela.    Ukusetyenziselwa  ezorhwebo  okanye 
ezoqoqosho  kuya  kusenza  singasebenzi  isiqinisekiso  kwaye  umboneleli  akayi  kuba  nabutyala 
ngomonzakalo  okanye  umonakalo  obangelwe  kukusetyenziswa  kwesixhobo  ngayo  nayiphi  na 
injongo ngaphandle koko senzelwe kona. 
 

 

Usetyenziso olungachanekanga nokusetyenziswa okungafanelekanga kungonakalisa isixhobo senze 
ingozi kumsebenzisi. 

 

Musa  ukusisebenzisa  isixhobo  ukuba  siwisiwe  okanye  sonakele  nangayiphi  na  indlela.    Kwimeko 
yomonakalo, yithabathe iyunithi uye kuyivavanyisa kwaye/okanye uyilungisise ngearhente yenkonzo 
egunyazisiweyo. 

 

Ukunciphisa ubungozi yokukhatywa ngumbane, musa ukutshonisa okanye uveze injini, iplagi okanye 
intambo yombane emanzini okanye naziphi ezinye ezingamanzi. 

 

Musa ukutshonisa esisixhobo emanzini okanye naziphi na ezinye iikhwidi okwenzelwe ukucocisa. 

 

Susa  iplagi  kwisokethi  ngokubamba  iplagi.    Musa  ukutsala  intambo  ukukhupha  isixhobo.    Soloko 
uyikhupha  iyunithi  kwiplagi  xa  ingasetyenziswa  okanye  phambi  kokuyicoca  okanye  xa  usongeza 
ushenxisa amalungu. 

 

Usetyenziso lwezifakelelo ezongezelelweyo ezingacetyiswanga okanye ezinganikezwanga ngumenzi 
kungabangela ukwenzakala, umlilo okanye ukhatywa ngumbane. 

 

Musa  ukuyivumela  intambo  ijinge  kwisiphelo  setafile  okanye  sekhawuntala.    Qinisekisa  ukuba 
intambo ayikho kwisikhundla apho ingatsalwa ngengozi. 

 

Musa  ukuvumela  intambo  isondele  kumphandle  oshushu  kwaye  musa  ukuyibeka  kwi  okanye 
kusondelo kwirhasi eshushu okanye isitovu sombane okanye isitovu esishushu.  

 

Ungaze uyisebenzise le yunithi kufutshane neebhafu, iishawala, kwezitya zangasese okanye ezinye 
izikhongozelo eziqulethe amanzi. 

Summary of Contents for JB-1008

Page 1: ...INSTRUCTION MANUAL TWIN SPIRAL HOTPLATE MODEL JB 1008 SR 6847353 EAN 6001001844802 INDOOR HOUSEHOLD USE ONLY Please save and read this instruction manual carefully before use ...

Page 2: ...mercial use will void the warranty and the supplier cannot be held responsible for injury or damage caused when using the appliance for any purpose other than that for which it is intended Incorrect operation and improper use can damage the appliance and cause injury to the user Do not use the appliance if it has been dropped or damaged in any way In case of damage take the unit in for examination...

Page 3: ...or knobs Do not leave this appliance unattended during use Always unplug the unit when not in use Allow the appliance to cool before cleaning it Always operate the appliance on a smooth even and stable surface Do not place the unit on a hot surface The manufacturer does not accept responsibility for any damage or injury caused by the improper or incorrect use of the appliance or by repairs carried...

Page 4: ...r surface and the spiral element with a warm soft damp cloth to remove any dust that may have accumulated Wipe dry with a clean towel OPERATING INSTRUCTIONS 1 Before using you hotplate for the first time turn it to the highest setting for 3 to 5 minutes to condition the protective coating This should be the only time the hotplate is ever turned on without a cooking utensil on it When used for the ...

Page 5: ...ing H High For rapid heating and boiling 7 The light will go off when the hotplate reaches the selected temperature and will the alternate between on and off to maintain the temperature 8 When not in use always turn the control to the OFF position and disconnect from the power outlet CARE AND CLEANING 1 Clean the painted surface with a soft damp cloth and mild household cleaning powder 2 Food spil...

Page 6: ...s of the warranty receive a refund of the actual price paid or texchange the product for the same or similar product of the same purchased value 2 2 After 6 six months of the warranty have lapsed exchange the product for the same or similar product of the same purchased value 3 The seller will not replace the product or refund the customer in terms of this warranty if the product 3 1 has been alte...

Page 7: ...ournisseur ne peut être tenu responsable des blessures ou des dommages causés lors de l utilisation de l appareil à des fins autres que celles destinées Une mauvaise manipulation ou une utilisation incorrecte peut endommager l appareil et causer des blessures à l utilisateur Ne pas utiliser l appareil s il est tombé ou endommagé de quelque façon En cas de dommages l examen et ou la réparation doit...

Page 8: ...reil rester sans surveillance pendant l utilisation Toujours débranchez l appareil lorsqu il n est pas utilisé Laissez refroidir avant de mettre ou enlever des pièces et avant de le nettoyer Toujours faites fonctionner l appareil sur une surface lisse plane et stable Ne pas placer l appareil sur une surface chaude Le fabricant n accepte aucune responsabilité pour tout dommage ou blessure causé par...

Page 9: ...l élément en spirale avec un chiffon doux et humide pour enlever toute la poussière qui s est accumulée Essuyez la plaque de cuisson avec une serviette propre UTILISATION DE VOTRE PLAQUE DE CUISSON 1 Avant d utiliser votre plaque de cuisson pour la première fois réglez la sur le réglage le plus élevé pendant 3 à 5 minutes pour conditionner l état du revêtement de protection ce doit être le seul mo...

Page 10: ...illir 7 L indicateur lumineux va s éteindre quand la temperature des plaques désirée sera atteinte et clignotera pour maintenir la température 8 Quand vous n utilisez pas les plaques mettez le bouton sur la position off et débranchez la prise ENTRETIEN ET NETTOYAGE 1 Nettoyez la surface peinte avec un chiffon doux et humide et de la poudre de nettoyage domestique 2 Les marques de cuisson circulair...

Page 11: ...ispose des possibilités suivantes 2 1 Durant les 6 six premiers mois de garantie être remboursé à hauteur du prix d achat ou échanger le produit contre un produit identique ou similaire dont le prix correspond au prix payé 2 2 Après les 6 six premiers mois de garantie échanger le produit contre un produit identique ou similaire dont le prix correspond au prix payé 3 Dans les conditions de cette ga...

Page 12: ...ial anula a garantia e o fornecedor não será responsável por ferimentos ou danos causados quando utilizar o aparelho para qualquer utilização para além da pretendida Operação e uso incorretos podem danificar o aparelho e causar danos ao usuário Não utilize o aparelho se tiver caído ao chão ou se estiver danificado de qualquer forma Em caso de danos leve a unidade para examinação e ou reparação por...

Page 13: ...e este aparelho sem supervisão durante o uso Sempre desligue o aparelho quando não estiver em uso Deixe esfriar antes de colocar ou retirar peças e antes de limpar o aparelho Sempre opere o aparelho sobre uma superfície lisa plana e estável Não coloque o aparelho sobre uma superfície quente O fabricante não se responsabiliza por qualquer dano ou prejuízo causado pelo uso indevido ou incorreto do a...

Page 14: ...erfície exterior e o elemento espiral com um pano humedecido morno para retirar qualquer sujidade que tenha sido acumulada Seque com uma toalha limpa PARA UTILIZAR A CHAPA ELÉCTRICA 1 Antes de utilizar a chapa eléctrica pela primeira vez ligue a na temperatura máxima durante 3 a 5 minutos para condicionar uma camada protectora Esta deve ser a única vez que a chapa é ligada sem um utensílio de cozi...

Page 15: ...es e fritar H Alta Paraaquecimento rápido e ebulição 7 A luz apaga se quando a placa de aquecimento atinge a temperatura selecionada e irá alternar ligação e desligação para manter a temperatura 8 Quando não em uso desligue sempre o controlo à posição OFF e desligue desde tomada de alimentação CUIDADO E LIMPEZA 1 Limpe a superfície pintada com um pano humedecido e produtos de limpeza suaves 2 Marc...

Page 16: ... 2 1 Nos primeiros 6 seis meses da garantia para receber um reembolso do preço efetivamente pago ou a troca do produto para o mesmo produto ou similar do mesmo valor adquirido 2 2 Dentro dos segundos 6 seis meses da garantia ter o produto trocado para o mesmo produto ou similar do mesmo valor comprado 4 O vendedor não irá substituir o produto ou reembolsar o comprador de acordo com os termos desta...

Page 17: ... ngomonzakalo okanye umonakalo obangelwe kukusetyenziswa kwesixhobo ngayo nayiphi na injongo ngaphandle koko senzelwe kona Usetyenziso olungachanekanga nokusetyenziswa okungafanelekanga kungonakalisa isixhobo senze ingozi kumsebenzisi Musa ukusisebenzisa isixhobo ukuba siwisiwe okanye sonakele nangayiphi na indlela Kwimeko yomonakalo yithabathe iyunithi uye kuyivavanyisa kwaye okanye uyilungisise ...

Page 18: ...usa ukusishiya singahoywanga esi sixhobo ngexesha lokusetyenziswa Soloko uyikhupha eplagini iyunithi xa ingasetyenziswa Yivumele iphole phambi kokusicoca isixhobo Soloko usebenzisa isixhobo kumphezulu othambileyo olinganayo nozinzileyo Musa ukubeka iyunithi kumphezulu oshushu Umenzi akalwamkeli uxanduva lwawo nawuphi na umonakalo okanye ukwenzakala okubangelwa kukusetyenziswa ngokungafanelekanga o...

Page 19: ...hezulu womphandle kunye ne elementi ejikelezayo ngelaphu elifudumeleyo elifumileyo ukushenxisa naluphi na uthuli olunokuba luthe nca Yosula yome ngetawuli ecocekileyo IMIYALELO YOKUSEBENZISA 1 Phambi kokusebenzisa i hotplate okokuqala jikela i hotplate iye kweyona setingi iphezulu kangangemizuzu emi 3 ukuya kwemi 5 ukuqhelanisa ikhowuthingi yokukhusela Oku kumele kube lixesha elilodwa i hotplate i...

Page 20: ... H High Sesokutshisa nokubilisa ngokukhawuleza 7 Isibane siya kucima xa i hotplate ifikelela kwiqondo lobushushu elikhethiweyo kwaye siya kutshintshana ngokujikela ku on no off ukugcina iqondo lobushushu 8 Xa singasetyenziswa soloko ujika isilawuli siye kwisikhundla sika OFF kwaye uqhawule unxibelelwano kwindawo ephuma umbane UKUYIKHATHALELA NOKUYICOCA 1 Coca umphezulu opeyintiweyo ngelaphu elitha...

Page 21: ...yanga zokuqala ezi 6 ezintandathu zesiqinisekiso unokufumana imbuyekezo yexabiso lokwenene elihlawulweyo okanye uyitshintshise imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo 2 4 Emva kweenyanga ezi 6 ezintandathu zokuphela kwesiqinisekiso tshintshisa imveliso imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo 3 Umthengisi akayi kuyitshintshisa imveliso okanye amnikeze imbuyekezo umth...

Page 22: ... ekhaya kuphela Ukuyisebenzisela ifemu noma ukuhweba kuzoqeda iwaranti kanti nomhlinzeki angeke abe necala uma kuba nokulimala komuntu noma ukulimala okudalwe ukusebenzisa isitofu ngezinye izinhloso ngaphandle kwesihloselwe khona Ukuyisebenzisa ngendlela okungeyiyo noma ukuyisebenzisela okungekhona kungayilimaza futhi kulimaze nalowo oyisebenzisayo Ungayisebenzisi uma ike yawa noma yalimala ngandl...

Page 23: ...hisayo ngqo Sebenzisa izibambo noma amakhanda Ungayishiyi iyodwa uma usayisebenzisa Njalo ikhiphe kuplaki uma ungayisebenzisi Iyeke iphole ngaphambi kokuyihlanza Njalo sisebenzisele endaweni ebushelelezi eqondile enganyakazi Ungasibeki endaweni eshisayo Umkhiqizi angeke abe necala lokulimala noma ukulinyazwa okubangelwe ukusetshenziswa ngendlela engalungile noma engeyiyo yalento kagesi noma ukulun...

Page 24: ...nzisa Kumele usule ngokucophelela ingaphandle kanye nendawo eqinileyo ngendwangu efudumele eswakeme ethofozelayo ukuze ususe izintuli ezingase zibe khona Sula womise ngethawula elomile IMIYALELO YOKUSISEBENZISA 1 Ngaphambi kokusebenzisa isitofu okokuqala sivule usibeke ezingeni eliphezulu lokushisa imizuzu emi 3 kuya kwemi 5 ukuze ujwayeze lokhu kokusivikela Lesi isona sikhathi kuphela ongavula ng...

Page 25: ... okujulile H Okuphezulu Uma ufuna ukushisisa ngokushesha kanye nokubilisa 7 Ilambu lizocisha uma isitofu sifika ezingeni lokushisa olukhethile lizobe selishintshashintsha likhanya libuye licishe ukuze ligcine izinga lokushisa lapho ulifuna khona 8 Uma ungasisebenzisi njalo cima izilawuli zibe ku KUCINYIWE bese uyayikhipha iplaki kagesi UKUNAKEKELA NOKUHLANZA 1 Hlanza indawo ependiwe ngendwangu eth...

Page 26: ...yi 6 isithupha zewaranti ukuze ubuyiselwe inani lemali owathenga ngayo noma ukushintsha umkhiqizo ngomunye ofana nawo noma ocishe ufane nawo ngenani elifana naleli owathenga ngalo 2 2 Emva kwezinyanga ezi 6 isithupha iphelile iwaranti ungawushintsha umkhiqizo uthole ofanayo noma ocishe ufane nawo wenani elifana naleli owalikhokha 3 Umthengisi angeke awubuyisele umkhiqizo noma abuyisele ikhasimende...

Page 27: ......

Reviews: